Uzefaniya 2:5 XHO75

5 Uha, abemi becandelo laselwandle, uhlanga lwamaKreti! Ilizwi likaYehova lichasene nani, Kanan, lizwe lamaFilisti. Ndokutshabalalisa ke, kungabikho ukúmayo.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:5 kwimeko