Uzefaniya 3:15 XHO75

15 UYehova ukususile ukugwetywa kwakho, úzidedisile iintshaba zakho; ukumkani wakwaSirayeli, uYehova, uphakathi kwakho; akusayi kuba sabona bubi.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:15 kwimeko