1 Kwabasekorinte 14:25 XHO75

25 uyaphicothwa ngabo bonke; zize ngokunjalo izinto ezifihlakeleyo zentliziyo yakhe zibonakalaliswe; wóthi ngokunjalo, esiwa ngobuso, amnqule uThixo, exela ukuba uThixo uphakathi kwenu okwenyaniso.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14

imbono 1 Kwabasekorinte 14:25 kwimeko