1 Kwabasekorinte 14:26 XHO75

26 Kuthini na ke ngoko, bazalwana? Xa sukuba nihlangene, uthi elowo kuni abe nengoma, abe nemfundiso, abe nalulwimi lumbi, abe nesityhilelo, abe nokuchaza intetho. Mazithi zonke izinto zenzelwe ukuba lakheke ibandla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14

imbono 1 Kwabasekorinte 14:26 kwimeko