2 Kwabasetesalonika 2:13 XHO75

13 Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, bazalwana bathandiweyo yiNkosi, ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso;

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2

imbono 2 Kwabasetesalonika 2:13 kwimeko