2 Kwabasetesalonika 2:2 XHO75

2 ukuba ningazanyazanyiswa kwakamsinya, nahlukane nengqiqo; ukuba ningabi navuso ngamoya, ngalizwi, ngancwadi ingáthi, ivela kuthi, ngokungáthi iselingene imini leyo kaKristu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2

imbono 2 Kwabasetesalonika 2:2 kwimeko