2 Kwabasetesalonika 3:6 XHO75

6 Ke kaloku siyanithethela, bazalwana, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nikhwebuke kubo bonke abazalwana abahamba ngokunxaxha, bengahambi ngokwesithethe abasamkeláyo kuthi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 3

imbono 2 Kwabasetesalonika 3:6 kwimeko