Ekayakobi 3:2 XHO75

2 Kuba siyakhubeka kaninzi sonke.Ukuba umntu akakhubeki zwini, lowo uyindoda egqibeleleyo, enako ukuwubamba ngomkhala nawo umzimba uphela.

funda isahluko epheleleyo Ekayakobi 3

imbono Ekayakobi 3:2 kwimeko