Izenzo 16:36 XHO75

36 Uwaxelile ke umgcini wababanjwa la mazwi kuPawulos, wathi, Abathetheli bathumele ukuba nikhululwe; ke ngoko phumani, nihambe ngoxolo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 16

imbono Izenzo 16:36 kwimeko