Izenzo 16:37 XHO75

37 Uthe ke uPawulos kuwo, Basityabule ekuhleni singagwetywanga, síbantu bangamaRoma; basiphosa entolongweni; ngoku basikhupha ngasese na? Nakanye; mabeze bona ngokwabo, basikhuphe.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 16

imbono Izenzo 16:37 kwimeko