15 Bathe ke bona abamkhapháyo uPawulos, bamsa eAtene; bakuba bamkelé umthetho oya kooSilas noTimoti, wokuba beze kuye kwakamsinya, bemka.
funda isahluko epheleleyo Izenzo 17
imbono Izenzo 17:15 kwimeko