Izenzo 22:25 XHO75

25 Ke kaloku, xa bamolulayo ngeentambo, wathi uPawulos kumthethelikhulu obemi khona, Kuvumelekile na, ukuba nimtyakatye umntu ongumRoma, engagwetywanga nokugwetywa?

funda isahluko epheleleyo Izenzo 22

imbono Izenzo 22:25 kwimeko