Izenzo 22:30 XHO75

30 Ke kaloku ngengomso, enga angayazi inyaniso yento amangalelwe ngayo ngamaYuda, wamkhulula ezintanjeni, wathi, mabeze ababingeleli abakhulu, nayo yonke intlanganiso yabo yamatyala; waza wamhlisa uPawulos, wammisa phakathi kwabo.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 22

imbono Izenzo 22:30 kwimeko