Izenzo 23:1 XHO75

1 Waqwalasela ke uPawulos entlanganisweni yamatyala, wathi, Madoda, bazalwana, mna ndahlala ngokwalowo ungowakwaThixo, ndinesazela esilungileyo, kwada kwayile mini.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 23

imbono Izenzo 23:1 kwimeko