13 emini enkulu endleleni, kumkani, ndabona ukukhanya kuvela ezulwini, okungaphezu kokuqaqamba kwelanga, kundibanekela ngeenxa zonke, nabò babehamba nam.
funda isahluko epheleleyo Izenzo 26
imbono Izenzo 26:13 kwimeko