Izenzo 28:8 XHO75

8 Kwathi ke, uyise kaPubliyo walala phantsi, ebanjwe yicesina nokuxaxaza igazi; awathi uPawulos, engene kuye, wathandaza; wabeka izandla phezu kwakhe, wamphilisa.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 28

imbono Izenzo 28:8 kwimeko