Kumagalati 1:10 XHO75

10 Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 1

imbono Kumagalati 1:10 kwimeko