21 Emva koko ndeza kwimimandla yelaseSiriya nelaseKilikiya;
22 ndaye ke ndingàziwa ngesiqu ngawo amabandla akwelamaYuda, akuKristu;
23 banela ukuva kwakuphela ukuba, Lowo wayefudula esitshutshisa, ngoku ushumayela iindaba ezilungileyo zokholo abefudula elubhuqa.
24 Bamzukisa uThixo ngam.