Kumagalati 2:12 XHO75

12 Kuba phambi kokuba kufike abathile bevela kuYakobi, wadla ndawonye nabeentlanga; ke wathi bakufika, wesuka wanqwanqwa, wazahlula kubo, esoyika abo bolwaluko.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:12 kwimeko