Kumagalati 2:20 XHO75

20 Ndìbethelelwe emnqamlezweni noKristu; ayisendim ke odla ubomi, nguKristu ke oselesidla ubomi kum. Ubomi ke endibudlayo ngoku, ndisenyameni, ndibudlela ekukholweni kuNyana kaThixo, owandithandayo, wazinikela ngenxa yam.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:20 kwimeko