Kumagalati 2:4 XHO75

4 ngenxa ke yabazalwana ababuxoki, abangeniswáyo bucala, bona bangena ngokunyebeleza, besiza kuhlola inkululeko yethu esinayo kuKristu Yesu, ukuze basithobele ebukhobokeni.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:4 kwimeko