Kumagalati 3:1 XHO75

1 Ehlani, maGalati aswele ukuqonda! Ngubani na oninyangileyo, ukuba ningayithambeli nje inyaniso, ebethe nje phambi kwamehlo enu uYesu Kristu wabhalwa, wabhegezwa phakathi kwenu, ebethelelwe emnqamlezweni?

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:1 kwimeko