Kumagalati 3:10 XHO75

10 Kuba bonke abangabasemisebenzini yomthetho, baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa, Baqalekisiwe bonke abangahlaliyo ezintweni zonke ezibhaliweyo encwadini yomthetho, ukuba bazenze.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:10 kwimeko