Kumagalati 3:21 XHO75

21 Umthetho ngoko uchasene na namadinga kaThixo? Nakanye! Kuba, ukuba bekuwiswe umthetho onako ukudlisa ubomi, kuhleliwe nje, ngebuphume emthethweni lowo ubulungisa.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:21 kwimeko