Kumagalati 4:14 XHO75

14 Ukulingwa kwam okwakusenyameni yam, anikwenzanga into engento, anikucekisanga nina nokukucekisa; nesuka nandamkela njengesithunywa sikaThixo, njengoKristu Yesu ngokwakhe.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4

imbono Kumagalati 4:14 kwimeko