Kumagalati 6:14 XHO75

14 Mna ke mandingàkhe ndiqhayise nganto, ingenguwo umnqamlezo weNkosi yethu uYesu Kristu, ekuthe ngaye ihlabathi kum labethelelwa emnqamlezweni, ndathi nam kwihlabathi ndabethelelwa emnqamlezweni.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 6

imbono Kumagalati 6:14 kwimeko