Kumagalati 6:8 XHO75

8 ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 6

imbono Kumagalati 6:8 kwimeko