Kwabase-Efese 1:13 XHO75

13 enithe, nikuye nani, nakuliva ilizwi lenyaniso, iindaba ezi zilungileyo zokusindiswa kwenu — enithe, nakùkholwa nokukholwa kuye, natywinwa naqiniselwa ngaye uMoya oyiNgcwele wedinga, osisinyaniso selifa lethu,

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 1

imbono Kwabase-Efese 1:13 kwimeko