Kwabase-Efese 3:8 XHO75

8 Mna lo, unguyena mncinanana kubo bonke abangcwele, ndababalwa ngolo lubabalo, lokuba ndishumayele phakathi kweentlanga iindaba ezilungileyo zobutyebi obungalandekiyo bukaKristu;

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 3

imbono Kwabase-Efese 3:8 kwimeko