Kwabase-Efese 4:16 XHO75

16 ekuphuma kuye ukuthi, umzimba wonke uhlangane kakuhle, ubandakanywe ngako konke ukuxhomekelelana kwamalungu okuluncedo, okusebenza ngomlinganiso weendawo zonke ngazinye, ukhulise umzimba, use ekuzakheni ngothando.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 4

imbono Kwabase-Efese 4:16 kwimeko