Kwabase-Efese 4:4 XHO75

4 Mnye umzimba, mnye noMoya, njengokuba nabizwáyo nokubizwa, naba nathemba linye lobizo lwenu.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 4

imbono Kwabase-Efese 4:4 kwimeko