Kwabase-Efese 5:8 XHO75

8 Kuba nina naye nifudula nibubumnyama, ke ngoku nikukukhanya, niseNkosini nje; hambani ke ngokwabantwana bokukhanya.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 5

imbono Kwabase-Efese 5:8 kwimeko