Kwabasefilipi 1:27 XHO75

27 Kodwa ke ukuhlala kwenu makube kokuzifaneleyo iindaba ezilungileyo zikaKristu, ukuze, nokuba ndifikile ndanibona, nokuba andifikanga, ndizive iindaba zenu, ukuba nimi moyeni mnye, ngamphefumlo mnye, nilwela inkolo yeendaba ezilungileyo,

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 1

imbono Kwabasefilipi 1:27 kwimeko