Kwabasefilipi 1:28 XHO75

28 ningòthuswa nantweni-nye ngabo bachasayo; into ke leyo engumbonakalaliso wentshabalalo okunene kubo, kodwa ingumbonakalaliso wosindiso kuni, kube ke oko kuvela kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 1

imbono Kwabasefilipi 1:28 kwimeko