Kwabasefilipi 4:10 XHO75

10 Ke kaloku ndaye ndivuya eNkosini kakhulu, ukuba ngoku kokugqibela kude kwathi ukukunyamekela kwenu okwam, kwabuya kwatyatyamba: enaye nikunyamekele okunene, koko ke naniswele ithuba.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 4

imbono Kwabasefilipi 4:10 kwimeko