Kwabasefilipi 4:9 XHO75

9 Kwaezo zinto nazifundayo, nazamkela, naziva, nazibona kum, yenzani zona ezo; waye uThixo woxolo eya kuba nani.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 4

imbono Kwabasefilipi 4:9 kwimeko