12 Ndiyazana nobuhlwempu, ndiyazana nobutyebi; kuko konke, nasezintweni zonke, ndiqhelanisiwe nokuhlutha kwanokulamba, nokutyeba kwanokuswela.
funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 4
imbono Kwabasefilipi 4:12 kwimeko