Uluka 1:20 XHO75

20 Uyabona, ùya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:20 kwimeko