Uluka 1:35 XHO75

35 Saphendula isithunywa sathi kuye, UMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:35 kwimeko