Uluka 1:66 XHO75

66 Bathi bonke abazivayo, bazibeka entliziyweni yabo, besithi, Azi uya kuba yintoni na lo mntwana? Saye isandla seNkosi sinaye.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:66 kwimeko