68 Mayibongwe iNkosi, uThixo kaSirayeli,Ngokuba ibavelele yabakhulula ngentlawulelo abantu bayo.
69 Yasiphakamisela uphondo losindisoEndlwini kaDavide, umkhonzi wayo,
70 Njengoko yathethayo ngomlomo wabangcwele, ababengabaprofeti bayo kwasephakadeni;
71 Usindiso lokusisindisa ezintshabeni zethu, nasesandleni sabo bonke abo basithiyayo;
72 Ukubenzela inceba oobawo bethu,Nokukhumbula umnqophiso wayo ongcwele,
73 Isifungo eyasifungela uAbraham ubawo wethu,
74 Sokusinika ukuba sithi, síhlangulwe esandleni seentshaba zethu,Siyikhonze singenakoyika,