Uluka 1:76 XHO75

76 Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni,Kuba ùya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo,

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:76 kwimeko