Uluka 10:1 XHO75

1 Ke kaloku, emveni kwezi zinto, iNkosi yabalula yamisela abanye kanjalo, bemashumi asixhenxe; yabathuma ngababini phambi kobuso bayo, kuyo yonke imizi neendawo ebiza kuya kuzo yona.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:1 kwimeko