Uluka 10:13 XHO75

13 Yeha, wena Korazin! Yeha, wena Bhetesayida! Ngokuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni, ukuba yayenzeke eTire naseTsidon, ingeyaguqukayo kwakudala loo mizi, ihleli ngeengubo ezirhwexayo naseluthuthwini.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:13 kwimeko