Uluka 10:19 XHO75

19 Niyabona, ndininika igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alo utshaba; kanjalo akukho nto ingakhe inenzakalise.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:19 kwimeko