Uluka 10:22 XHO75

22 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho waziyo ukuba ungubani na uNyana, nguYise yedwa; nokuba úngubani na uYise, nguNyana yedwa, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:22 kwimeko