Uluka 10:35 XHO75

35 Akumka ngengomso, warhola iidenariyo* zambini wanika umninindlu, wathi kuye. Uze umonge; nento ongathi ubuye udleke yona, ndokuhlawulela mna ekubuyeni kwam.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:35 kwimeko