Uluka 10:38 XHO75

38 Ke kaloku kwathi, ekuhambeni kwabo, yena wangena mzini uthile, yathi ke intokazi ethile egama linguMarta, yamamkela ngobubele endlwini yayo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:38 kwimeko