Uluka 10:7 XHO75

7 Hlalani ke kuloo ndlu, nisidla nisela izinto abanazo; kuba umsébenzi uwufanele umvuzo wakhe. Musani ukuphuma ningena zindlwini.

funda isahluko epheleleyo Uluka 10

imbono Uluka 10:7 kwimeko