Uluka 11:13 XHO75

13 Ukuba ke ngoko nina, ningendawo nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na ke yena uYihlo wasemazulwini, ukugqithisela ukubapha uMoya oyiNgcwele abo bamcelayo?

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:13 kwimeko